Akafikanga ugalelekile uMama uLusanda Mcinga kulamaza omoya ejelo lakho losasazo loluntu Ingwane FM, Wena ke mphulaphuli yibanedinga nalentombi yakuGatyana ekwalilo negqala lomculo wokholo rhoqo ngeMivulo,Lwesibini, Lwesithathu nango Lwesihlanu kwintandokazi yenkqubo yakho ethi AMANINA ASEMZANTSI ngentsimbi yethoba kusasa ukuyakutsho ngentsimbi yeshumi elinesibini ,vukani manina nibhenguze nililizele nenze intsholo, vuyani nigcobe kunye nathi, umzi Lo wandile, HALALA MATHOLE!!!!!
